Isichazi-magama





INKCAZELO:
Le nkqubo ikuvumela ukuba ukhangele iindidi ezahlukeneyo zeenkonzo zesichazimagama zamagama okanye amabinzana kwaye ikubonisa isiphumo. Ngoku ungabuza umncedisi we Dict(RFC 2229), nayiphi na inkonzo yesichazi-magama ekwi-intanethi ngokuvula isikhangeli sewebhu okanye uphendle amagama usebenzisa inkqubo ye-spell/ispell.

