KhangMan




INKCAZELO:
I-KHAngMan ngumdlalo osekelwe kumdlalo owaziwayo we-hangman. Ijoliswe kubantwana abaneminyaka emithandathu nangaphezulu. Umdlalo uneendidi ezininzi zamagama ekudlalwe ngawo, umzekelo: Izilwanyana (amagama ezilwanyana) kunye neendidi ezintathu zobunzima: Easy, Medium and Hard. Igama likhethwa ngokungakhethiyo, oonobumba bayafihlwa, kwaye kufuneka uqikelele igama ngokuzama unobumba omnye emva komnye. Ngalo lonke ixesha uqikelela unobumba ongalunganga, inxalenye yomfanekiso we-hangman izotywa. Kufuneka uqikelele igama ngaphambi kokuba uxhonywe! Unezama ezili-10.

