The Pix image gallery is ideal for browsing and displaying a collection of images. …
KPhotoAlbham
Ukuba unamakhulu okanye amawaka emifanekiso kwi-hard drive yakho, kuyaba nzima ukukhumbula ibali ngasemva komfanekiso ngamnye okanye amagama abantu abafotiweyo. I-KPhotoAlbum yenzelwe ukukunceda uchaze imifanekiso yakho kwaye emva koko ukhangele imfumba enkulu yemifanekiso ngokukhawuleza nangokufanelekileyo. …

